Siyacela ingcibi zibhalise ngokusemthethweni phaya kwelasebe lezempilo ukuqinisekisa ukuba zikulungele kwaye zinaso isakhono sokwalusa amakhwenkwe. Mawethu lento ibalulekile kakhulu njengoba nisazi nani baninzi abakhwetha abaswelekayo ngenxa yeengcibi ezingekho mthethweni minyaka le. Mxele umntu owalusa ngokungekho mthethweni khona ukuze usindise ubomi bomntwana.